USERERO UZIBANDAKANYE NEECITIZENS
ICape Town City iqinisekisile kusasa ngoLwesine ukuba ityikitye owayengumdlali wasesiswini kwiBafana Bafana uThulani Serero. USerero, owakhe wadlalela i-Ajax Amsterdam ne-Ajax Cape Town, uzibandakanye neeCitizens emva kweeveki ezimbalwa ezilolonga neliqela. “ICape…
SERERO IS A CITIZEN
Cape Town City confirmed the signing of former Bafana Bafana midfielder Thulani Serero on Thursday morning. Serero, a former Ajax Amsterdam and Ajax Cape Town player, joined the Citizens after…
BRAZILIANS KEEP BAGGING POINTS
It looks like there’s no stopping Mamelodi Sundowns as they bagged yet another win after they beat Sekhukhune United 4-2 in a Betway Premiership encounter at the Old Peter Mokaba…
UFERNANDES ULINDELE UMLO OMHLE
Umlo omhle kakhulu yeyona nto ayilindeleyo umqeqeshi wamanqindi uManny Fernandes xa imbethi-manqindi yakhe uRicardo Malajika esilwa negqala uJackson Chauke e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ngoMgqibelo. UMalajika uzakulinga ukuba yimbethi-manqindi yokuqala yaseMzantsi…
FERNANDES EXPECTS A GOOD FIGHT
A really good fight is what boxing trainer Manny Fernandes expects when his charge Ricardo Malajika clashes with veteran boxer Jackson Chauke at the Emperor’s Palace in Kempton Park on…
UJACK WALILE ‘UKUNGCATSHA’ UBATYI
Nangona nje uKhangelani Jack ekhetha ukungathethi, singaveza ukuba ukhethe ubuhlobo bakhe noZolisa Batyi endaweni yokuzuza imali njengokuba alile ukunceda uLindelani Sibisi kumalungiselelo akhe omlo nalenjinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba. Abaphathi…
JACK DECLINES OFFER TO ‘BETRAY’ BATYI
Even though Khangelani Jack prefers not to talk about it, we can reveal that he has chosen his friendship with Zolisa Batyi over lining his pockets with money as he…
THREE POINTS FOR STELLIES
Stellenbosch FC overcame Magesi FC 2-1 in a Betway Premiership encounter at the Danie Craven Stadium in the Cape Winelands on Tuesday evening. Stellies took the lead in the 21st…
VILAKAZI LEAVES USUTHU
Vusumuzi Vilakazi is on it again as he resigned as AmaZulu co-coach where he worked together with Arthur Zwane. Vilakazi’s resignation has left Zwane, a former Kaizer Chiefs mentor, as…
ULERENA UKHUSELA INTSHINGA KUMMI WASE-UKRAINE
Lubekiwe usuku apho uKevin Lerena azakukhusela intshinga yakhe yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwebridgerweight apha eMzantsi Afrika kancinane nje kwisithuba esingaphaya kweenyanga ezimbini. ULerena wabekwa njengentshatsheli entsha yeWBC kudidi lwebridgerweight…