‘LIBALANI, ANDIKAZOKUYEKA UKULWA’ – MAHLANGU
Emva kokuwiswa kathathu ngaphambi kokuba usompempe uLulama Mtya angenelele, awuchithe umlo wakhe noSiyabulela ‘Showtime’ Hem e-Orient Theatre, eMonti, ngokuhlwa kwangoMgqibelo, uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu usazalela entla nangoku, esithi akakazukuwayeka amanqindi, uzakuqhubela…
‘FORGET IT, I’M NOT RETIRING’ – MAHLANGU
Dropped in each round before fight referee Lulama Mtya intervened and stopped his clash against Siyabulela ‘Showtime’ Hem at the Orient Theatre in East London on Saturday evening, Bongani ‘Wonderboy’…
UQALE KAKUHLE UCARDOSO
Uwuqale ngendlela encomekayo umsebenzi wakhe umqeqeshi omtsha weMamelodi Sundowns uMiguel Cardoso njengokuba iiBrazilians zibethe iRaja Club Athletic ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weCAF Champions League eLoftus Versfeld ePitoli emva kwemini ngeCawa.…
UHEM UNQUMAMISE UMAHLANGU
Kumaxa amaninzi, uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu, oneminyaka engamashumi amane anesihlanu, udla ngokungabonakalisi ukuba noko sele ihambile iminyaka yakhe, kodwa ubudala bakhe bubonakele ngethuba enqunyanyiswa nguSiyabulela ‘Showtime’ Hem kumjikelo wesithathu e-Orient Theatre,…
HEM STOPS MAHLANGU
Normally, 45-year-old Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu wouldn’t show that he’s on the wrong side in as far as age is concerned, however, that showed when he was stopped in the third…
FIRST AWAY WIN FOR CITIZENS
Cape Town City registered their first away win as they beat Chippa United 1-0 in a Betway Premiership match encounter at the Buffalo City Stadium in East London on Saturday…
NATAL RICH BOYZ SNAP WINLESS RUN
Richards Bay FC ended their nine-match winless streak when they defeated Lamontville Golden Arrows 1-0 in a Betway Premiership match at the Mpumalanga Stadium in Hammersdale in Saturday afternoon. The…
USUTHU MOVE UP
AmaZulu moved up to 11th place on the Premiership standings following a 2-1 win over Royal AM at the King Zwelithini Stadium in Umlazi, Durban, on Friday evening. Pule Ekstein…
MINISTRY OF SPORT COMES TO SAFA RESCUE
The Ministry of Sport has intervened in the matter between the South African Football Association (SAFA), Bafana Bafana and Banyana Banyana players. Minister of Sport Gayton McKenzie announced on Thursday…
UTHENI UMITCHELL NGOKUSE KWIKOMITI YEWBC
Umnxulumanisi wezopapasho kwiGolden Gloves uBrian Mitchell uveze ukuba uzithethelele iimbethi-manqindi zaseMzantsi Afrika ukuba zibekwe phezulu kuluhlu lweWorld Boxing Council (WBC). UMitchell, okwingqungquthela yeWBC yamashumi amathandathu anesibini eHamburg kwelaseJamani, udize ukuba…