UNOHAMBA UZAKUDLALA EJAPAN 

Inzalelwane yaseMpuma Koloni edlala kwascrumhalf nakwiflyhalf uSanele Nohamba uzakuyokudlala eJapan emva kokukhululwa ziiLions zaseRhawutini emva kwemini ngoMvulo. UNohamba, ozakusingisa eJapan kuleveki ezayo, uqinisekisile ukuba utyikitye isivumelwano seminyaka emibini neqela laseJapan…

NOHAMBA MOVES TO JAPAN

Eastern Cape-born scrumhalf-cum-flyhalf Sanele Nohamba is moving to Japan after he was released by Johannesburg-based franchise, Lions, on Monday afternoon. Nohamba, who is leaving for Japan next week, confirmed that…

ULORCH UZIBANDAKANYE NEWYDAD

Izangxa zaseMorocco iWydad Athletic Club ibhengeze ukutyikitya kwayo uThembinkosi Lorch ngemboleko esuka kwiMamelodi Sundowns emva kwemini ngeCawa. ULorch uzakusebenza nomqeqeshi weWydad uRulani Mokwena, owayemqeqesha kwiSundowns ne-Orlando Pirates. Kwaye kukho nethuba…

css.php