WHAT MITCHELL TOLD WBC RATINGS COMMITTEE ABOUT KUSE
Golden Gloves publicist Brian Mitchell has revealed that he pushed for South African boxers to be rated high in the World Boxing Council (WBC) ratings. Mitchell, who is at the…
FUZILE FACES TANZANIAN
Following the withdrawal of Filipino boxer Eduardo Mancito after it became difficult for him to travel to South Africa because he secured a visa late, Last Born Boxing Promotions bosses…
UFUZILE ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASETANZANIA
Ekurhoxeni kwembethi-manqindi yasePhilippines u-Eduardo Mancito ngenxa yokusifumana emva kwexesha istampu esigunyaza ukuba aze eMzantsi Afrika, abalawuli beLast Born Boxing Promotions bakhawuleze bafumana mntu wumbi ozakulwa no-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile. Ngoku…
KUFUNWA IMBETHI-MANQINDI EZAKULWA NOFUZILE
Iphumile ingqina kukhangelwa imbethi-manqindi ezakulwa nowayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile e-Orient Theatre, eMonti, kuleCawa esiya kuyo. UFuzile ebezakunyathelana ngoobhontsi no-Eduardo Mancito wasePhilippines. Kodwa lommi wasePhilippines, oneminyaka engamashumi…
VISA BLUES AS FUZILE OPPONENT IS CHANGED
The search is on to get a replacement boxer who will fight against former national champion Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile at the Orient Theatre in East London this coming Sunday.…
CARDOSO TAKES OVER AT SUNDOWNS
Miguel Cardoso from Portugal was confirmed as the new head coach of Premiership log-leaders Mamelodi Sundowns on Tuesday afternoon. The 52-year-old Portuguese takes over from Manqoba Mngqithi, who had been…
UMITCHELL UTHIWE JIZE NGEBHANTI YEWBC
Emva kokuba imithetho yocalucalo yoMzantsi Afrika yamvimba ithuba lokulwela intshinga yeWorld Boxing Council (WBC), ngelingeni uBrian Mitchell ude wayizuza ibhanti yeWBC. Ngethuba esenza intetho ephambili kwingqungquthela yamashumi amathandathu anesibini eHamburg…
WBC PRESENTS MITCHELL WITH CHAMPIONSHIP BELT
Denied an opportunity to fight for a World Boxing Council (WBC) title because of South Africa’s apartheid policies and laws, Brian Mitchell finally had a WBC belt strapped around his…
BSA BOARD SHORTLIST
Dr Luvuyo Bayeni and Romy Titus are the only two people from the dissolved Boxing South Africa (BSA) board, who have made it into the shortlist for members of the…
UKUSE UZITHE XIBILILI IIBHANTI
Emva kokuphumelela umlo wakhe, ebetha imbethi-manqindi yaseZimbabwe uBeaven Sibanda ngoLwesihlanu ogqithileyo, ngoku uSiyakholwa Kuse uzithe tya iintshinga zoMzantsi Afrika ne-African Boxing Union (ABU) kudidi lweminimumweight. Lomfana waseMdantsane uphumelele umlo wakhe…