STELLIES HAMMER USUTHU

A merciless Stellenbosch FC whipped a hapless AmaZulu 5-0 in a Betway Premiership encounter at the King Zwelithini Stadium in Umlazi, Durban, on Thursday evening. Usuthu’s troubles started when Khomotjo…

UMCHUNU UYA ERUSSIA NGOLWESIHLANU  

Umqeqeshi kaThabiso ‘The Rock’ Mchunu uSean Smith unethemba lokokuba imbethi-manqindi yakhe izakuvuselela amanqindi ayo njengokuba besingisa kwelaseRussia ngoLwesihlanu, apho azakulwa khona nommi waseRussia uMuslim Gamzatovich Gazhimagomedov. Lenzalelwane yakwaXimba KwaZulu-Natal, eneminyaka…

UKHIBA NGUMDLALI WESTELLIES 

IStellenbosch FC iqinisekisile kusasa ngoLwesithathu ukuba ityikitye umdlali wasesiswini uThato Khiba esuka kwiTS Galaxy. UKhiba, oneminyaka engamashumi amabini anesibhozo, uchithe ezisizini zintathu ezinesiqingatha zidlulileyo edlalela iiRockets neMarumo Gallants. Wayekwiqela leGallants…

IGALLANTS ITYIKITYE UMDLALI WASEZIMBABWE 

IMarumo Gallants ibhengezile emva kwemini ngoLwesibini ukuba ityikitye ifolosi eyinzalelwane yaseZimbabwe uJunior Zindoga esuka kwiNsingizini Hotspurs yaseSwatini. UZindoga akamtshanga kwibhola ekhatywayo yoMzantsi Afrika njengokuba wakhe wadlalela iMaritzburg United kwiDiski Challenge.…

css.php