KHOZA ELECTED UNOPPOSED
Irvin Khoza was elected unopposed as Premier Soccer League (PSL) chairman and will serve his sixth term following elections, which took place at the Sandton Convention Centre in Johannesburg on…
WITBOOI PLEADS WITH BSA
Lonwabo Witbooi is begging Boxing South Africa (BSA) to sanction next weekend’s doubtful fight between his boxer Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya and Lindokuhle ‘Hitman’ Dlamini. This bout, which is scheduled for…
RULA TO DEFEND EASTERN CAPE TITLE
Owethu Rula is going to feature in one of the two boxing tournaments, which are scheduled to be held in two different municipalities in the Eastern Cape on Saturday, 23…
URULA UZAKUKHUSELA INTSHINGA YASEMPUMA KOLONI
U-Owethu Rula uzakulwa kwenye yeetumente zamanqindi ezizakubanjelwa koomaspala abohlukeneyo eMpuma Koloni ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesithathu kuNovemba. Lenzwakazi yaseGqeberha izakukhusela intshinga yayo yaseMpuma Koloni kudidi lwempukane xa isilwa noMihle Tuli…
UZINGANGE WALILE UKULWA NOBOYIYA
Njengokuba kubonakala ukuba ungangabikho umlo weveki ezayo noLindokuhle ‘Hitman’ Dlamini, abalawuli baka-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya bebemzamela umlo kunye noSibusiso Zingange. Kodwa liphanzile ilinge elo njengokuba uZingange, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight,…
ZINGANGE TURNS DOWN OFFER TO FIGHT BOYIYA
With next weekend’s fight against Lindokuhle ‘Hitman’ Dlamini hanging in the balance, Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya’s handlers tried to match him against Sibusiso Zingange. However, that didn’t bear any fruits as…
BOYIYA FIGHT IN SERIOUS DOUBT
Next weekend’s fight between Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya and Lindokuhle ‘Hitman’ Dlamini is in serious doubt after the sanctioning committee of Boxing South Africa (BSA), which is made up of Irvin…
UKUNERT UFUNA UKUTHULISA ABALANDELI BAMANQINDI BASEMONTI
U-Abdul-Aziz Kunert ukholelwa ukuba uzakuphumelela apho uLucky Hobyane noYamkela Phaliso bafeda khona xa esilwa noZolisa Batyi, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, ngoMgqibelo kuleveki ezayo. UKunert uzakufumana ithuba lesibini lokuzama ukohlutha…
KUNERT WANTS TO SILENCE EAST LONDON CROWD
Abdul-Aziz Kunert believes that he will do what Zolisa Batyi’s last two opponents – Lucky Hobyane and Yamkela Phaliso – failed to do when he meets the Nxarhuni-born South African…
UBROOS UGROGRISA NGOKU NGOKULAHLA ESIKHUNDLENI
Eshiyekelwe nje yimpumelelo kumdlalo omnye ukuze angene kwitumente yamazwe ngamazwe ase-Afrika, umqeqeshi weBafana uHugo Broos ugrogrisa ngokulahla emsebenzini ukuba eliqela libethwe kuyo yomibini imidlalo yemfezeko elizakuyidlala ne-Uganda noMzantsi Sudan. IBafana…