USMITH UZE NENYE IMBASA

UTatjana Smith uphumelele imbasa yesilivere kwimidlalo yee-Olympiki eParis kwelaseFransi emva kokuphuma kwindawo yesibini kwi-200 metre breaststroke kwiqula elibizwa ngokuba yiParis la Defence Arena ngokuhlwa kwangoLwesine. Lenzalelwane yaseRhawutini, eneminyaka engamashumi amabini…

UNGUBANE KUMLO NENTOMBI YASE-AUSTRALIA 

UMapule Ngubane uzakushiya ikhaya lakhe asingise kwelase-Australia njengokuba eyokulwa nommi wase-Australia uDesley ‘Lady D’ Robinson eMelbourne kulenyanga. UNgubane, owazalelwa eMgungundlovu, uzakulwa noRobinson kumlo wentshinga engenamntu kwi-IBF Intercontinental kwicandelo labasetyhini kudidi…

YONYUKILE IMALI YOPHUMELELE IMTN8

Bazakuncuma bodwa abaphumelele indebe yeMTN8 njengokuba bezakugoduka nezigidi ezilishumi, imali enyuke ngezigidi ezimbini ukusuka kwezisibhozo. Kuphinde kwabhengezwa ngoLwesithathu ukuba amanye amaqela asixhenxe azakuzuza isigidi, iqela ngalinye. Lemali isuka kumawaka angamakhulu…

css.php