UNOHAMBA UHAMBA PHAMBILI
Emva kokudlala kakuhle kakhulu, umdlali wasemva kwiiLions uSanele Somi Nohamba uphumelele iwonga lokuba ngumdlali ophambili kwi-United Rugby Championship yesizini ka-2023/24. UNohamba, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu, uphumelele iwonga le-2023/24 Player of…
NOHAMBA WINS AWARD
Following some fine performances, utility back Sanele Somi Nohamba has walked away with the best player award in the United Rugby Championship 2023/24 season. The 25-year-old Nohamba won the 2023/24…
UBEKIWE UMHLA WOMLO KANKOSI NOMSIMANG
Ngelingeni ude wabekwa umhla womlo apho uNtethelelo Nkosi ezakukhusela intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight xa esilwa noSanele Msimang kumlo okuzakuqhizana iimbethi-manqindi zaKwaZulu-Natal. Eqeqeshwa nguDamien Durandt eRhawutini, uNkosi uzakube eyikhusela okokuqala…
AUGUST DATE FOR NKOSI, MSIMANG DUEL
A date has finally been confirmed for Ntethelelo Nkosi’s South African junior-welterweight title defence against Sanele Msimang in a bout, which will pit KwaZulu-Natal boxers against each other. Trained by…
AYINGABO BONKE ABATHELEKISI ABATYALA INTYWENKA YEMALI
Selekuvele ukuba imali etyalwa uBoxing South Africa (BSA) ngabathelekisi abohlukahlukeneyo ayilingani, kwaye abanye bangalihlawula ityala labo lonke ngexesha elinye endaweni yokuhlawula amashumi amathathu ekhulwini njengesiphakamiso sikaBSA. Oku kuvezwe nguGqirha Luvuyo…
NOT ALL PROMOTERS OWE HUGE AMOUNTS
It has emerged that the amounts owed to Boxing South Africa (BSA) by different promoters are not the same and some can even settle 100 percent of their debts in…
UDOMINGO UBUYELE EKAPA
ICape Town City ibhengezile kusasa ngoMvulo ukuba ityikitye umdlali wasesiswini uHaashim Domingo, owayedlala kwiMamelodi Sundowns neRaja Club Athletic yaseMorocco. UDomingo, ozakufinca iminyaka engamashumi amabini anethoba ngo-Agasti, ushiye iRaja kulonyaka ngenxa…
DOMINGO JOINS CITIZENS
Cape Town City announced the addition of former Mamelodi Sundowns and Raja Club Athletic midfielder Haashim Domingo to their squad on Monday morning. Domingo, who turns 29 in August, left…
SIYAVALWA ISAHLUKO SIKAJACOBS
Isahluko sikaPhakamile Jacobs, ebesithiwe mbende luloyiko nobumpatha, emanqindini aseMonti sizakuvalwa ngci ngokusemthethweni ngoMvulo. UJacobs uzakube enikezela iintambo zolawulo kuSiya Vabaza-Booi ngokusemthethweni ngaphambi kwabalawuli bakaBoxing South Africa (BSA) eMonti. I-Ink Sport…
JACOBS CHAPTER FINALLY CLOSES
The Phakamile Jacobs chapter, which was characterised by controversy and fear in East London boxing, is going to finally come to an official end on Monday. An official hand over…