IIBRAZILIANS ZIBETHE ISTELLIES  

Iphumelele kwakhona iMamelodi Sundowns njengokuba ibethe iStellenbosch FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium, eKapa, emva kwemini ngoMgqibelo. Inqaku elililolo lifakwe nguLesiba Nku emva kokuncediswa nguThembinkosi Lorch ngomzuzu…

UMBUTHO WABATHELEKISI UKHWEBA OONONDABA 

Njengokuba bekulindelekile, iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebe ingqungquthela nonoondaba ngentsimbi yokuqala emva kwemini ngoMvulo kuleveki ezayo. Umba otshisa ebunzi ngowokutyunjwa kwebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA), kwaye nguwo…

UDYEYI AKANANGXAKI NOKUMISWA KOMLO WAKHE

Ulibazisekile umlo ka-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi waseMdantsane obuzakuba ngowokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokumiswa kwetumente ebizakubanjwa kuleveki ezayo. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…

UNQOTHOLE UNTINGELA EMEXICO 

USikho ‘Sequence’ Nqothole uzakunikela umva uMzantsi Afrika entingela eMexico ngeenjongo zokuzekamzweni kwinto eyenziwa yintshatsheli ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga owabuya kwelalizwe lombini Melika ephethe intshinga…

NQOTHOLE LEAVING FOR MEXICO

Sikho ‘Sequence’ Nqothole will fly out of South Africa for Mexico this coming weekend hoping to emulate International Boxing Federation (IBF) junior-flyweight champion Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga, who returned home…

css.php