BANYANA’S HOPES DASHED

Banyana Banyana’s hopes of qualifying for the 2024 Olympic Games in Paris, France, have been dashed following a goalless draw with the Nigerian Super Falcons at Loftus Versfeld in Pretoria…

AKASEKHO U-24

Enye yeembethi-manqindi ezazithembisa kakhulu nezazintandane zase-Orient Theatre, uNhlanhla ’24’ Ngamntwini, waseDuncan Village, eMonti, akasekho. Esaziwa kakhulu ngabalandeli bamanqindi ngegama elithi ’24’, usweleke ngoLwesibini. Kukhe kwakho ixesha apho wayelele ngantlentyananye kwisibhedlele…

24 IS SADLY NO MORE 

One of the most promising boxers ever to grace the ring and a regular feature at the Orient Theatre, Nhlanhla ’24’ Ngamntwini, from Duncan Village in East London has passed…

“ANDIBUYANGA” – TYIRHA 

UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi akabulahlanga ubomi baseRhawutini njengokuba ebuyele ekhaya eMdantsane ngaphantsi nje kweenyanga ezine ekweyona dolophu enkulu nenyakazela abantu eGauteng. UTyirha, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, ugxininisile…

UNYANA KAMAHLANGU ULWELA INTSHINGA YASEGAUTENG 

Emva kokulwa kakuhle kakhulu ngethuba enqumamisa u-Awonke Tini kumjikelo wesithathu kulenyanga ephelileyo, uBheki Maitse ubuyela eqongeni kumlo wentshinga yaseGauteng kudidi lwejunior-featherweight noVusi Ngcamu. UMaitse, ongekabethwa, unyathelana ngoobhontsi noNgcamu kwitumente yeBoxing5…

USEEMA UPHUMELELE IWONGA LENYANGA   

Umqeqeshi weSekhukhune United, uLehlohonolo Seema, uphumelele imbasa yokuba ngumqeqeshi wenyanga uFebruwari noMatshi emva kokukhokelela iBabina Noko kwimpumelelo yemidlalo emihlanu. IBabina Noko ibethe iRichards Bay FC, iLamontville Golden Arrows, iRoyal AM,…

css.php