NEW ADDITIONS AT USUTHU

Durban-based Premiership side AmaZulu confirmed the signing of two players, Luyolo Slatsha and Brazilian-born Gustavo Lopes, on Thursday afternoon. The 22-year-old Slatsha joined Usuthu from Motsepe Foundation Championship (MFC) club…

IQELA LASEMELIKA LAMKELA UDITHEJANE

Ziindaba ezimnandi kuPuso Dithejane njengokuba ezibandakanye neChicago Fire, edlala kwiMajor League Soccer (MLS) eMelika ngoLwesibini. UDithejane, owalahlwa yiKaizer Chiefs, uzibandakanye neliqela elidlala kwiMLS evela kwiTS Galaxy. “Wamkelekile eqeleni, Puso. Sifumene…

UPHIRI UNGUMDLALI WEBABINA NOKO

ISekhukhune United, ezimisele kakhulu, ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasesiswini uLebogang Phiri ngokuhlwa kwangoMvulo. UPhiri, oneminyaka engamashumi amathathu ananye, uzimanye neBabina Noko emva kokudlala iisizini ezilishumi elinesithathu phesheya kolwandle kwilizwe iDenmark…

css.php