UNYANGANI UZAKULWA OKOKUQALA EYIMPUKANE
Emva kokuphulukana nentshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight, ebethwa nguSiyakholwa Kuse, uBangile Nyangani uzakulwa okokuqala kudidi lwempukane ngoMeyi. UNyangani nomqeqeshi wakhe u-Alan Toweel bagqiba ekubeni onyukele ngentla kudidi lwempukane emva…