Month: November 2024

UZINGANGE WALILE UKULWA NOBOYIYA 

Njengokuba kubonakala ukuba ungangabikho umlo weveki ezayo noLindokuhle ‘Hitman’ Dlamini, abalawuli baka-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya bebemzamela umlo kunye noSibusiso Zingange. Kodwa liphanzile ilinge elo njengokuba uZingange, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight,…

WAYETSHILO UTENGIMFENE

Njengokuba kushiyeke into engaphantsi kwenyanga ngaphambi komlo wakhe nommi waseZimbabwe uBeaven Sibanda, uSiyakholwa Kuse, oyimbethi-manqindi yaseMdantsane, sele eseRhawutini, apho ayokuqhubela phambili namalungiselelo omlo. Njengesithembiso esenziwa ngumlawuli wakhe uMlandeli Tengimfene kulenyanga…

css.php