Ngelingeni iqela elizinze eGqeberha iChippa United ide yaqinisekisa ukuba umhlalutyi wayo wamhlamnene uSinesipho Mali ubuyele kweliqela ngoLwesine njengomqondisi wemidlalo. 

UMali ubuyele kwiiChilli Boys emva kokusebenza njengomhlalutyi wemidlalo kwiqela leSekhukhune United. 

Lenzalelwane yaseQonce kumaspala ombaxa waseBuffalo City yemka kwiiChilli Boys yayokuzibandakanya neKaizer Chiefs kwiminyaka emithandathu eyadlulayo, kwaye uMali uyinxalenye yesigqeba somqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos, apho asebenza njengomhlalutyi wemidlalo.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php