Author: SportAdmin

UNDLONDLO UBUYELE KWIGALLANTS

Ubuyele kwiMarumo Gallants uNdabayithethwa Ndlondlo, ongumdlali wasesiswini, esuka kwi-Orlando Pirates. UNdlondlo, oneminyaka engamashumi amathathu, wazibandakanya nePirates ngo-2022. Okwangoku, uNdlondlo ukwitumente yeCHAN eMpuma Afrika kunye neBafana Bafana. “Sivuya kakhulu ukubhengeza ukubuya…

AMAKHOSI WIN, AGAIN

Kaizer Chiefs won their second match on the trot as they defeated Polokwane City 1-0 in a Betway Premiership match at the FNB Stadium in Nasrec, Johannesburg, on Wednesday evening.…

MBHELE JOINS CHILLI BOYS 

Eastern Cape side Chippa United confirmed the signing of Sisanda Phoyisa Mbhele in Wednesday afternoon. The 21-year-old winger joined the Gqeberha-based Chilli Boys from is Royal AM. Meanwhile, the Eastern…

TRIO FLYING SA FLAG 

Three South African boxers will fly the country’s flag in the quarter-finals of the WBC Grand Prix in Riyadh, Saudi Arabia, on Wednesday. Bekizizwe Maitse clashes against American boxer Iman…

UHEM UKHUSELA KUMLO NONGCAMU

Emva kokubethwa kukaMxolisi Zuma eNamibia kuloMgqibelo odlulileyo, sele kubhengeziwe ngoku ukuba uSiyabulela Hem uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight kuVusi Ngcamu, obekwa kwindawo yesibini, kulenyanga ezayo. Umlo kaHem nalenjinga…

css.php