UWITBOOI WONELISEKILE NANGONA EBETHIWE UBELL
Esilwa ngobunzima obungaphaya kokuqonda nangabuqhelanga, uNozipho Bell unqunyanyiswe kumjikelo wesithathu ngummi waseRussia u-Albina Moldazhanova kumlo obukwelaseRussia ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UBell, oyinjinga yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-lightweight, uye walwa kudidi lwewelterweight…