UBOYIYA ULWA NOMAHLANGU KWINTSHINGA YELI
Ngelingeni iKay B Promotions ide yamtyikitya uSipho Mahlangu ukuba alwe no-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya ekuthambekeni kwalenyanga ezayo. UBoyiya, okwindawo yokuqala kuluhlu lweembethi-manqindi kudidi lwejunior-welterweight eMzantsi Afrika, noMahlangu, obekwa kwindawo yesibhozo, bazakungquzulana…