IPIRATES IBONISE ICHIEFS UKUBA NGUBANI NA OKHONYAYO
I-Orlando Pirates ibethe iKaizer Chiefs kwakhona njengokuba iyiquthise ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo weBetway Premiership eFNB Stadium, eNasrec, eRhawutini, emva kwemini ngoMgqibelo. UGlody Lilepo unike abalandeli beChiefs ithemba lempumelelo ngethuba efaka…