KHANYISA INKS DEAL WITH NO DOUBT AND BOXING5
After moving down a division this year, unbeaten Katlego ‘Black Cat’ Khanyisa signed with NO DOUBT Management in association with Boxing 5 Promotions on Friday. Khanyisa, a former two-time South…
Your News, Our News
After moving down a division this year, unbeaten Katlego ‘Black Cat’ Khanyisa signed with NO DOUBT Management in association with Boxing 5 Promotions on Friday. Khanyisa, a former two-time South…
Ummi woMzantsi Afrika obenempumelelo enkulu kwimidlalo yee-Olimpiki uTatjana Smith wothuse umzi ngokuhlwa kwangoLwesine ngethuba ebhengeza ukuba uthabatha umhlala-phantsi njengendadi. Esisibhengezo esothusayo size emva kokuba uSmith ephumelele imbasa yesilivere kwi-200metre breaststroke…
Tatjana Smith, who is South Africa’s most decorated Olympian, announced her retirement from swimming at the Paris Olympics on Thursday evening. The shocking announcement came after Smith had won a…
UTatjana Smith uphumelele imbasa yesilivere kwimidlalo yee-Olympiki eParis kwelaseFransi emva kokuphuma kwindawo yesibini kwi-200 metre breaststroke kwiqula elibizwa ngokuba yiParis la Defence Arena ngokuhlwa kwangoLwesine. Lenzalelwane yaseRhawutini, eneminyaka engamashumi amabini…
Tatjana Smith won a silver medal at the Paris Olympics in France after she came second in the 200-metre breaststroke at the Paris la Defence Arena pool on Thursday evening.…
Espérance Sportive de Tunis from Tunisia confirmed the signing of Sekhukhune United winger Elias Mokwana on Thursday evening. The 25-year-old Mokwana signed a three-year contract with the Tunisian giants, who…
SuperSport United announced the signing of Brooklyn Poggenpoel, Keanin Ayer and Tlakasani Mbanjwa on Thursday afternoon. Poggenpoel joined Matsatsantsa a Pitori from Chippa United while Ayer played for Næstved before…
Sele kucaca ngoku ukuba umnikazi weFantastic 2 Boxing Promotions u-Elias Tshabalala uzakohlwaywa emva kokufeda ukuhlawula iimbethi-manqindi zaseTanzania uJesca Mfinanga no-Egine Kayange ababelwe kwitumente yakhe ngoJuni. UMfinanga noKayange abazange bahlawulwe emva…
Fantastic 2 Boxing Promotions boss Elias Tshabalala is about to receive his comeuppance after he failed to pay the purses of Tanzanian boxers Jesca Mfinanga and Egine Kayange, who fought…
UMapule Ngubane uzakushiya ikhaya lakhe asingise kwelase-Australia njengokuba eyokulwa nommi wase-Australia uDesley ‘Lady D’ Robinson eMelbourne kulenyanga. UNgubane, owazalelwa eMgungundlovu, uzakulwa noRobinson kumlo wentshinga engenamntu kwi-IBF Intercontinental kwicandelo labasetyhini kudidi…