UWELLEM UFUMANA ITHUBA LOKUZIBONAKALISA KWAKHONA
Emva kokulwa ngokulingana nokubethwa kanye kwimilo yakhe emibini yokugqibela, u-Asemahle ‘Predator’ Wellem ufumana ithuba lokuzibonakalisa kwakhona xa esilwa noSnamiso Ntuli eWild Coast Sun, eMzamba, eBizana ngoLwesihlanu umhla wamashumi amathathu ku-Agasti.…