IIMAMBAS ZIBAMBENE NEBAFANA
IBafana Bafana idlale ngokulingana ngenqaku elinye macala neMozambique kumdlalo kaGroup A kwitumente ye-2024 COSAFA Cup eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. IBafana iphale phambili ngenqaku elifakwe ngukapteni wayo uRushwin…