Author: SportAdmin

NO BELL, NONINA BOUT 

A bout between Eastern Cape boxers Nozipho Bell and Bukiwe Nonina, which was touted as going to be the biggest fight in South African female boxing, is not happening anymore.…

LIBHENGEZIWE IQELA ELIDLALA NENIGERIA NEZIMBABWE 

Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ubhengeze iqela elinabadlali abangamashumi amabini anesithathu ngoLwesine kanye ngaphambi kwemidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi yango-2026, midlalo leyo ezakudlalwa neNigeria neZimbabwe. Eliqela licuthwe langabadlali abangamashumi amabini anesithathu…

UYAMKHUPHA UMPENGESI EKUGXOTHWENI KWAKHE 

UMorgan Mammila, ogxothiweyo njengetechnical director yeChippa United, udize ukuba usihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi akananto yakwenza nokugxothwa kwakhe kweliqela laseMpuma Koloni. Ethetha kwiMetrofm ngokuhlwa kwangoLwesithathu, uMammila uthe abanye abantu…

IBURNLEY INGQINA UKUMKA KUKAKOMPANY

Iqela elithotyelwe ngezantsi, lisuka kwi-English Premier League, iBurnley FC, ikuqinisekisile ukuba uVincent Kompany umkile wayokuba ngumqeqeshi omtsha weqela laseJamani iBayern Munich. UKompany, oneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo nowayedlalela iqela lesizwe laseBelgium,…

UMAGWAZA UTYIKITYE ISIVUMELWANO SOMLO NOMAHLANGU

Kubonakala ngathi ngelingeni uzakude ubekhona umlo phakathi kukaMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza nentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu. Bobabini uMagwaza, owazalelwa eDuncan Village, noMahlangu waseBoipatong bazityikityile izivumelwano zomlo, bazibuyisela…

css.php