Author: SportAdmin

UPHINDILE KWAKHONA UMOKWENA 

Umqeqeshi weMamelodi Sundowns uRulani Mokwena uphumelele iwonga leDStv Premiership Coach of the Month isihlandlo sesithathu kulesizini. UMokwena uphumelele imbasa yeMay Coach of the Month emva kokukhokelela iiBrazilians kwimpumelelo yemidlalo emine,…

MOKWENA WINS IT AGAIN

Championship-winning Mamelodi Sundowns mentor Rulani Mokwena has won the DStv Premiership Coach of the Month award for the third time this season. Mokwena won the May DStv Premiership Coach of…

UMAKHOBA UKHUSELA KULIBRANZA 

Emva kokufeda ukufumana imilo ukususela ngoDisemba 2022, ngelingeni uGcina Makhoba ude wawufumana umlo njengokuba ezakulwa noGenisis Libranza wasePhiliplines kulenyanga ezayo. ULibranza uzakube endwendwela eMzantsi Afrika okokuqala phantse kwisithuba sonyaka njengokuba…

ISIZATHU SOKUNGAVUMI UKULWA NOKUSE

Nangona nje umqeqeshi kaSiphesihle Sityo esithi akakhange ankwantye njengokuba alile ukulwa noSiyakholwa Kuse, uKholisile Cengani uvumile ukuba abalithabathanga ithuba lokulwa nentshantsheli yoMzantsi Afrika. Ebekwa kwindawo yokuqala kumanqwanqwa odidi lweminimumweight eMzantsi…

AL AHLY DO IT AGAIN 

Al Ahly defeated Esperance Sportive de Tunis 1-0 in the final of the CAF Champions League at the Cairo International Stadium in Egypt on Saturday evening. The Red Devils had…

css.php