MBANGATHA CAN’T WAIT TO FACE KUNERT
Cape Town-based boxer Thembani ‘Baby Jake’ Mbangatha from Qumbu in the Eastern Cape strongly believes that next month’s fight against former South African title contender Abdul-Aziz Kunert is long overdue.…
Your News, Our News
Cape Town-based boxer Thembani ‘Baby Jake’ Mbangatha from Qumbu in the Eastern Cape strongly believes that next month’s fight against former South African title contender Abdul-Aziz Kunert is long overdue.…
UMandla Ntlanganiso ukulungele ukusebenzisana nebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA) ebhengezwe nguMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko uZizi Kodwa ngoLwesibini kuleveki ephelileyo. Ukutyunjwa kwalebhodi enamalungu asixhenxe, akhokelwa ngusihlalo uSifiso Shongwe, osebenza kunye…
Mandla Ntlanganiso is looking forward to working with the new board of Boxing South Africa (BSA), which was announced by Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa on Tuesday…
U-Oleksander Usyk wase-Ukraine wenze imbali emanqindini njengokuba ebeyintshatsheli engaphikiswayo kudidi lwanzima emva kokubetha uTyson Fury ngamanqaku eKingdom Arena, eRiyadh, kwelaseSaudi Arabia, ngentseni yangeCawa. U-Usyk wongeze intshinga yeWorld Boxing Council (WBC)…
Oleksander Usyk from Ukraine made boxing history when he became an undisputed world heavyweight champion after he defeated Tyson Fury on points at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia,…
Ayikho efune ukugoba uphondo njengokuba umlenze wokuqala wamagqibelakankqoyi eCAF Champions League phakathi kwe-Esperance Sportive de Tunis ne-Al Ahly yaseYiphutha uphele ngeqanda macala omabini eRades Stadium, eTunis, kwelaseTunisia, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Omabini…
The first leg of the final of the CAF Champions League between Esperance Sportive de Tunis and Al Ahly from Egypt ended in a goalless draw at the Rades Stadium…
Iphumelele kwakhona iMamelodi Sundowns njengokuba ibethe iStellenbosch FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium, eKapa, emva kwemini ngoMgqibelo. Inqaku elililolo lifakwe nguLesiba Nku emva kokuncediswa nguThembinkosi Lorch ngomzuzu…
Mamelodi Sundowns notched yet another win as they beat Stellenbosch FC 1-0 in a DStv Premiership encounter at the Athlone Stadium in Cape Town on Saturday afternoon. The only goal…
Njengokuba bekulindelekile, iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebe ingqungquthela nonoondaba ngentsimbi yokuqala emva kwemini ngoMvulo kuleveki ezayo. Umba otshisa ebunzi ngowokutyunjwa kwebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA), kwaye nguwo…