Category: Boxing

UZAKULWA KWAKHONA UFORTUIN

Izinto zibonakala ziyihambela kakuhle intshatsheli yesizwe, uSharadene Fortuin, njengokuba ezakulwa okwesibini kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezine. Emva kokuyikhusela ngempumelelo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwentambanani ngokubetha uThema Zuma ngamanqaku…

NDONGENI’S LAST DANCE

After taking a decision to hang up his gloves following his loss to Colombian boxer Jhon Elin Orobio Siniesta in Montreal, Canada, in November, Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni will dance one…

UTUTSHENI KWIDABI LEEMBETHI-MANQINDI EZINGEKABETHWA

Emva kokuphumelela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) Africa kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-featherweight kulonyaka ophelileyo, uSimamkele Tutsheni uzakuqhubela phambili nesakhono sakhe samanqindi. Etyikitye isivumelwano seminyaka emibini ethelekiswa yiGolden Gloves, uTutsheni, osisicimamlilo…

IPHULO LOKUZINGELA UMQEQESHI OMTSHA KATEYISI

Njengokuba kulindeleke lukhulu kuye kulonyaka, oyintshatsheli ye-International Boxing Federation (IBF) Intercontinental neyoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uSiseko Teyisi ukwiphulo lokuzingela umntu ozakuba ngumqeqeshi wakhe omtsha. UTeyisi uzibone sele engenamqeqeshi emva kokushiya…

css.php