Category: Boxing

UKHATHAZEKILE UMQEQESHI KARHONORHONO

Umqeqeshi kaPhaphama Rhonorhono, uMadoda ‘One More Time’ Dyonase, ukhathazekile emva kokuba ukushokoxeka kwemali kubangele ukuba urhoxiswe umlo, apho imbethi-manqindi yakhe ibizakukhusela intshinga yayo yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight kuJabulani Makhense. URhonorhono…

TEYISI ACCEPTS TSHABALALA CHALLENGE

After being silent for a few weeks, reigning South African junior-flyweight champion Siseko Teyisi from Mdantsane has finally accepted a challenge from Mpumelelo Tshabalala. Katlehong-based Tshabalala’s challenge was approved by…

css.php