Category: Boxing

UZAKUWONGWA UHLABANE 

Kwisithuba nje esingaphantsi konyaka emva kokuwongwa nge-Andrew Mlangeni Green Jacket Award kumsitho weeSouth African Sport Awards eSun City, eRustenburg, igqala lomqeqeshi wamanqindi uNorman Hlabane uzakuwongwa kwakhona. Nangona nje engekawongwa emanqindini…

PROMNICK DETHRONES NYANDA

In only her sixth fight in the professional ranks, Tyla Promnick became the new South African female strawweight champion after she dethroned Thobela Nyanda at the Emperors Palace in Kempton…

NDONGENI’S NEW OPPONENT

Following Sanele Msimang’s withdrawal from his fight against Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni due to injury, the organisers have secured Chumani ‘AK 47’ Tunzi as Ndongeni’s opponent for next Saturday’s tournament scheduled…

NGUMZAMBIYA OZAKUPHATHA UMLO KAJERUSALEM NOKUSE

Ummi waseZambiya, uMaybin Kante, uzakuba yindoda yesithathu phakathi eqongeni xa kukhala intsimbi isithi mawuqale umlo oyimpinda phakathi kukaMelvin ‘El Gringo’ Jerusalem wasePhilippines kunye nenzalelwane yaseMdantsane uSiyakholwa Kuse ngoMgqibelo. UJerusalem uzakukhusela…

css.php