Category: Boxing

ARGENTINE STOPS FOURIE

Kaine Fourie suffered his second stoppage loss in the same year as he was stopped by Argentine opponent Claudio Daneff at The Galleria in Sandton, Johannesburg, on Saturday evening. Daneff…

UBUYELA EQONGENI NGOMATSHI UKUSE

Usenenkxaso yegqiza asebenza nalo kunye nomthelekisi wakhe uSiyakholwa Kuse emva kokufeda ukuphumelela intshinga yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwestrawweight njengokuba ebethwe ngummi wasePhilippines uMelvin Jerusalem eManila kwelasePhilippines ngokuhlwa kwangoLwesithathu, ngokwexesha…

UKUSE ULUNGELE UKUNGQUZULANA NOJERUSALEM

USiyakholwa Kuse uyayazi ukuba akusekho ukubuya ngamva ngoku njengokuba ebala iiyure ngaphambi kokucela umngeni kwintshatsheli yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwestrawweight uMelvin Jerusalem ngoLwesithathu. Bobabini uKuse noJerusalem babenze lula ubunzima…

css.php