USIBISI ANGATHANDA UKUBUYELA E-ORIENT THEATRE
ULindelani Sibisi ebezakubuyela e-Orient Theatre, eMonti, kwakhona ukuba bekuyiwa ngaye njengokuba ephelise iminyaka ephantse yamibini nesiqingatha yokukhonya kukaZolisa Batyi njengentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba. Emva kokulwa ngendlela encomekayo, ethulisa i-Orient…