Category: Boxing

UFERNANDES ULINDELE UMLO OMHLE 

Umlo omhle kakhulu yeyona nto ayilindeleyo umqeqeshi wamanqindi uManny Fernandes xa imbethi-manqindi yakhe uRicardo Malajika esilwa negqala uJackson Chauke e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ngoMgqibelo. UMalajika uzakulinga ukuba yimbethi-manqindi yokuqala yaseMzantsi…

‘SIZAKUWALUNGISA AMANQINDI’ – MCKENZIE 

UMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko uGayton McKenzie utsho ngesibindi esithi uzakuwalungisa amanqindi, esitsho kananjalo ukuba uzazi kakuhle iingxaki ezijamelene nalomdlalo. UMcKenzie, owabekwa nguMongameli Cyril Ramaphosa kwisikhundla sokuba nguMphathiswa weZemidlalo emva kolonyulo…

css.php