BUSY NIGHT FOR DURANDT
It’s going to be a busy night for Johannesburg-based boxing trainer Damien Durandt as he will usher three boxers into war at a Golden Gloves tournament on Saturday, 1 March.…
Your News, Our News
It’s going to be a busy night for Johannesburg-based boxing trainer Damien Durandt as he will usher three boxers into war at a Golden Gloves tournament on Saturday, 1 March.…
World rated boxer Siyakholwa Kuse is keeping boxing followers guessing his whereabouts as he’s rumoured to have found a new home in Gauteng after he allegedly left All Winners Boxing…
Imbethi-manqindi ekumanqwanqwa ehlabathi uSiyakholwa Kuse ushiye abalandeli bamanqindi beqashisela emva kwamarhe okokuba ufumene ikhaya lokuziqeqesha elitsha eGauteng njengokuba kuvakala ukuba uwutsibile umgubasi wase-All Winners Boxing Club eMdantsane. Ebekwa kwindawo yesithathu…
Emva kokushiya iLuvuyo Boxing Club eMdantsane kulonyaka ophelileyo, u-Enathi Stelle uthe qhaphu, gqi eGauteng, apho aqeqeshwa khona nguKhangelani Jack, owaphumelela iwonga le-2023 Trainer of the Year. Ayikuko nokokuba uStelle uziqeqesha…
After leaving Luvuyo Boxing Club in Mdantsane last year, Enathi Stelle has now resurfaced in Gauteng where he’s trained by Khangelani Jack, the 2023 Trainer of the Year award winner.…
Emveni kokungalwi isithuba esingaphaya kweminyaka emibini, ekugqibeleni intshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-lightweight uNozipho Bell uzakulwa okokuqala ukususela ngoDisemba 2022 njengokuba ezakuqubisana no-Abongile Lubambo. UBell uzakulwa noLubambo kumlo wecatchweight…
More than two years of inactivity will come to an end when South African female junior-lightweight champion Nozipho Bell finally laces her gloves for the first time since December 2022…
Owayeyinto ngobunto bayo kumanqindi akudidi lwabangahlawulwayo u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi uzakulwa okokuqala ngqa ngaphambi kwabalandeli bamanqindi baseMonti okokoko waqalisa ukulwa kudidi lwabahlawulayo kulonyaka ophelileyo. Lenzalelwane yaseMdantsane, eneminyaka engamashumi amabini anesithathu, izakulwa…
Former amateur star Amzolele ‘Globe’ Dyeyi will make his first appearance in front of East London boxing followers since he ditched his vest and entered the professional ranks last year.…
Kulula kakhulu ukwazi ukuba yintoni na echwayitise owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight u-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica njengokuba elungiselela umlo wakhe noThato Bonokoane. USonjica akakalwi kwisithuba esingaphaya kweminyaka emibini njengokuba wagqibela…