Category: Boxing

HEM DEFEATS GHANAIAN

Siyabulela ‘Showtime’ Hem outpointed John Zile from Ghana at a tournament, which started on Friday evening and ended early on Saturday morning the Border Conference Centre in Abbotsford, East London.…

UBELL UBUYELE KULUHLU LWE-IBF 

Impumelelo yakhe kumlo wakhe wokugqibela, mpumelelo leyo eze emva kwesithuba esingaphaya kweminyaka emibini, ibuyisele uNozipho Bell kuluhlu lweembethi-manqindi zasetyhini ezikwi-International Boxing Federation (IBF). UBell, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi…

UZUZA ELINYE ITHUBA UBONGCO

Wayebonisa abantu ukudla kwamehlo ngethuba esalwa kudidi lwabangahlawulwayo, kodwa zange ubemhle umlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo njengokuba walwa ngokulingana nommi waseZimbabwe u-Ashton Ziwikaya ngoJulayi kulonyaka ophelileyo. Ngoku uSimnikiwe Bongco, owayeyinkwenkwezi…

UMALAJIKA ULWA NOMMI WASEPHILIPPINES

Emva kokunqumamisa lula uGcina Makhoba ebutsheni benyanga ephelileyo, uCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uzakubuyela eqongeni xa esilwa noRV Deniega wasePhilippines ngoJulayi. UCharlton noDeniega bazakulwela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) Youth kudidi…

LEGENDS CRITERIA EXPLAINED

The criteria used to determine which former boxers received an incentive from the Department of Sport, Arts and Culture has been explained. Dr Cynthia Khumalo, the director-general at the Department…

AUGUST RETURN FOR MALAJIKA

After making history by becoming the first boxer to stop former South African flyweight champion Jackson ‘M3’ Chauke, two-weight division world titlist Ricardo ‘Magic Man’ Malajika will make a ring…

css.php