Category: Boxing

‘MUSANI UKUNDIDELELA’- FUZILE 

U-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile ukholelwa ukuba ayilunganga into yokokuba abantu bakholelwe ekubeni yena uya eKazakhstan okukwemvana eyokuxhelwa njengokuba ezakulwa nembethi-manqindi engekabethwa uSultan Zaurbek waseKazakhstan kulenyanga ezayo. Emva kokubona irekhodi elihle…

AMACEBO KAWITBOOI NGOBELL

Emva kokukhokelela uNozipho Bell kwimpumelelo kumlo no-Abongile Lubambo eNangoza Jebe Hall, eNew Brighton, eGqeberha, ngoMgqibelo, umqeqeshi wamanqindi uLonwabo Witbooi udize ukuba umsebenzi nenjongo yakhe ngoku kukubuyisela lentshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo…

css.php