Category: Boxing

UMBENGE ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASENAMIBIA

Uzakubuyela eqongeni uThulani ‘Evolution’ Mbenge njengokuba ezakulwa nommi waseNamibia u-Emmanuel Mungandjela ePitoli kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezimbini. UMbenge noMungandjela, oneminyaka engamashumi amathathu anesithandathu, bazakuvana amandla eSunBet Arena, eTime Square, ngoLwesine umhla…

USIBISI UCHWAYITILE, KODWA…

Omnye umntu ebengacinga ukuba yonelisekile intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane uNkosingiphile Sibisi njengokuba enerekhodi eligqibeleleyo eyiphumelele yonke imilo yakhe elishumi. Kodwa ke akunjalo njengokuba lembethi-manqindi eneminyaka engamashumi amabini anesithathu neyinzalelwane…

AKANAKUPHUMLA USONJICA 

Akazokuphumla u-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica, obethe uThato Bonokoane ngamanqaku ngokuhlwa kwangoMgqibelo, njengokuba elungiselela omnye umlo wakhe. USonjica ulwe okokuqala kwisithuba esiphantse sibeyiminyaka emithathu, ebetha uBonokoane, owayeyinjinga yeWorld Boxing Federation (WBF)…

UBOYIYA ULWA NOMAHLANGU KWINTSHINGA YELI

Ngelingeni iKay B Promotions ide yamtyikitya uSipho Mahlangu ukuba alwe no-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya ekuthambekeni kwalenyanga ezayo. UBoyiya, okwindawo yokuqala kuluhlu lweembethi-manqindi kudidi lwejunior-welterweight eMzantsi Afrika, noMahlangu, obekwa kwindawo yesibhozo, bazakungquzulana…

css.php