Category: Boxing

UTENGIMFENE UNECEBO NGOFUZILE 

Kungenzeka ukuba u-Azinga ‘Golden Boy ‘ Fuzile ubethiwe kumlo wakhe nembethi-manqindi yaseKazakhstan uSultan Zaurbek, kodwa igqiza lakhe elikhokelwa nguMlandeli Tengimfene lanelisekile yindlela alwe ngayo ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UZaurbek, ongekabethwa, uphumelele intshinga…

IZA EMPUMA KOLONI ITUMENTE YENBC  

Abalandeli bamanqindi baseMpuma Koloni bazakufumana ithuba kokuba yinxalenye yetumente yokuqala ephondweni yeNational Boxing Championship (NBC) kanye kwindawo yabo ngoJuni. Oku kulandela emva kokuba iNBC yolathe uLwesihlanu umhla wamashumi amabini anesixhenxe…

USEYINTSHATSHELI UGWEBITYALA

Usamile eyintshatsheli yaseMpuma Koloni kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-flyweight uSibabalwe Gwebityala wakwaKuni. Oku kulandela emva kokuba bobathathu abagwebi benqwalile besithi uGwebityala wenze ngokwaneleyo kumlo wakhe no-Okuhle Mthi kwitumente yamanina odwa kwiholo…

GWEBITYALA RETAINS EC TITLE

Sibabalwe Gwebityala, a boxer from Kuni village, is still standing as the reigning Eastern Cape female junior-flyweight champion. This followed after Gwebityala scored a unanimous points victory over a game…

KUCETYWA UMLO KABOYIYA NOZINGANGE 

Njengokuba u-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya noSibusiso Zingange bakhe balwa kabini ngaphambili, kucetywa umlo wesithathu phakathi kwezimbethi-manqindi zimbini. I-Ink Sport ingadiza ukuba ezimbethi-manqindi zimbini zingalwa kwakhona, zisilwela intshinga yoMzantsi Afrika nengenamntu kudidi…

css.php