Category: Boxing

UYABUYA UMANZANA 

Emva koqhaqho lwasegxalabeni kwiinyanga ezisibhozo ezagqithayo, owayekhe wacela umngeni kwintshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwentambanani uLusizo “Speed Fire” Manzana ubuyela eqongeni kulempelaveki. Ebekwa kwindawo yesithathu kuluhlu lweembethi-manqindi ezilwa kudidi lwentambanani eMzantsi…

MANZANA RETURNS 

After undergoing a successful shoulder operation eight months ago, former South African bantamweight title contender Lusizo “Speed Fire” Manzana is returning to the ring this coming weekend. Rated third in…

UDURANDT UNYEKE UKUPHUMELELA ENYE INTSHINGA 

Ikhonkco elikhupha iintshatsheli kwindawo yakwaDurandt neqeqesha iimbethi-manqindi eRhawutini sele lilungele ukuveza enye intshatsheli njengokuba uBrandon Thysse ezakuvana amandla noNkhensahosi Makondo kuloMgqibelo esiya kuwo. UThysse uzakube enethemba lokuphumelela kwilinge lesithathu xa…

KUTHENI UNGEKHO UMLO KAZUMA NOHEM 

Awukazo kubakho umlo abalandeli bamanqindi bebecinga ukuba uzakubakhona njengokuba udubul’egeqa uMxolisi ‘Nation’ Zuma kunye nentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uSiyabulela Hem behamba iindlela ezahlukeneyo. Ekuqaleni bekucingwa ukuba uHem uzakukhusela intshinga…

WHY ZUMA, HEM FIGHT FAILED

A fight which many boxing followers thought it was surely going to take place is not happening as knockout specialist Mxolisi ‘Nation’ Zuma and South African junior-featherweight champion Siyabulela Hem…

NGCAMU CHALLENGES HEM

It’s fight on as Vusumuzi Ngcamu has signed to challenge current South African junior-featherweight champion Siyabulela Hem next month. The Gauteng champion will collide with Hem from Duncan Village, East…

UNGCAMU UCELA UMNGENI KUHEM 

Kuzakuliwa njengokuba uVusumuzi Ngcamu sele etyikitye isivumelwano somlo apho azakucela umngeni kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uSiyabulela Hem kulenyanga ezayo. Lenjinga yaseGauteng izakulwa noHem waseDuncan Village, eMonti, ngeCawa umhla wamashumi…

UNKOSI UHLEKA ‘INCOKO’ KAMSIMANG 

Akakhathazekanga konke-konke uNtethelelo Nkosi kokuthethwe nguSanele Msimang esithi izakutshintsha izandla intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight emveni kokuba belwile kumlo odibanisa iimbethi-manqindi zaKwaZulu-Natal ngoMgqibelo. UNkosi uzakube ekhusela intshinga yakhe okokuqala xa…

css.php