NURKOVIC JOINS MATSATSANTSA
SuperSport United confirmed the signing of Serbian-born forward Samir Nurkovic on a free transfer on Friday afternoon. The 32-year-old Nurkovic, formerly with Kaizer Chiefs, had been clubless since he left…
Your News, Our News
SuperSport United confirmed the signing of Serbian-born forward Samir Nurkovic on a free transfer on Friday afternoon. The 32-year-old Nurkovic, formerly with Kaizer Chiefs, had been clubless since he left…
U-Irvin Khoza uzakuxhuzula imikhala njengosihlalo wePremier Soccer League (PSL) isihlandlo sesithandathu emva kokonyulwa engaphikiswanga eSandton Convention Centre, eRhawutini, ngemva kwemini yangoLwesithathu. Losihlalo we-Orlando Pirates, oneminyaka engamashumi asixhenxe anesithandathu, wangena kwesisikhundla…
Irvin Khoza was elected unopposed as Premier Soccer League (PSL) chairman and will serve his sixth term following elections, which took place at the Sandton Convention Centre in Johannesburg on…
Eshiyekelwe nje yimpumelelo kumdlalo omnye ukuze angene kwitumente yamazwe ngamazwe ase-Afrika, umqeqeshi weBafana uHugo Broos ugrogrisa ngokulahla emsebenzini ukuba eliqela libethwe kuyo yomibini imidlalo yemfezeko elizakuyidlala ne-Uganda noMzantsi Sudan. IBafana…
Needing only three points to qualify for next year’s Africa Cup of Nations tournament, Bafana Bafana coach Hugo Broos is threatening to resign from his job should the South African…
IMamelodi Sundowns izakuqubisana neMagesi FC kumdlalo wamagqibelakankqoyi eCarling Knockout eFree State Stadium, eMangaung, ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesithathu kuNovemba. Oku kulandela emva kokuba izangxa zaseTshwane zibethe iMarumo Gallants ngamanqaku amabini…
Mamelodi Sundowns are going to face Magesi FC in the final of the Carling Knockout at the Free State Stadium in Mangaung on Saturday, 23 November. This followed after the…
Abatshakazi bePremiership iMagesi FC ifikelele kumagqibelankqoyi eCarling Knockout emva kokubetha iRichards Bay FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo obubanjelwe eKing Zwelithini Stadium, eMlazi, eThekwini emva kwemini ngoMgqibelo. Inqaku elifakwe nguTshepo Mashigo…
Premiership newcomers Magesi FC have reached the final of the Carling Knockout following a 1-0 win over Richards Bay FC at the King Zwelithini Stadium in Umlazi, Durban, on Saturday…
IChippa United izakudlala kwitumente ebizwa Home of Legends Cup eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngoMgqibelo kuleveki ezayo. IiChilli Boys ziye zarhoxa kuletumente ebutsheni beveki, zityhola ngempatho-mbi ebisuka kwiMandela Bay Development…