UMTHEMBU ULWA NOMMI WASEGEORGIA 

Owayekhe walinga ukuphumelela intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwemiddleweight u-Ayanda Mthembu uzakulwa kwelaseGeorgia kulenyanga ezayo njengokuba ezakuqubisana no-Irakli Melikishvili ongekabethwa. UMthembu, owakhe wacela umngeni kwinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwemiddleweight uJohn Bopape,…

css.php