UFOURIE UQUBISANA NOMMI WASEGHANA
UKaine ‘K9’ Fourie uzakuvavanya isakhono sakhe samanqindu xa esilwa nembethi-manqindi engekabethwa uWasiru Mohammed wase-Accra kwelaseGhana ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesithathu kuNovemba. UMohammed unconywa kakhulu njengokuba enqumamise amadoda alishumi elinambini kumaxhoba…
FOURIE CLASHES WITH UNBEATEN GHANAIAN
Kaine ‘K9’ Fourie is set to test his fistic skills when he collides against unbeaten Ghanaian boxer Wasiru Mohammed from Accra in Johannesburg on Saturday, 23 November. Mohammed comes highly…
IBANYANA IDLALA NEZAMBIA
IBanyana Banyana izakudlala neZambia kumdlalo wamagqibelankqoyi eCOSAFA Women’s Championship eGqeberha ngentsimbi yesithathu emva kwemini ngoMgqibelo. IBanyana ifikelele kulomdlalo emva kokubetha iMozambique ngamanqaku amane kwelinye e-Isaac Wolfson Stadium KwaZakhele, eGqeberha, ngoLwesine.…
BANYANA MEET ZAMBIA IN COSAFA FINAL
Banyana Banyana are going to play against Zambia in the final of the COSAFA Women’s Championship in Gqeberha at 15h00 on Saturday. Banyana reached the final after they defeated Mozambique…
UMUNYAI UNTINGELA EMEXICO
UTshifhiwa ‘Spider’ Munyai uzakuntingela kwelaseMexico ngoLwesine, apho azakulwa khona negqala elingummi waseMexico uLuis Miguel Roman Portillo eGimnasio Municipal Jose Neri Santos, eCiudad Juarez, kuleveki ezayo ngoLwesihlanu, ngoMgqibelo ngokwexesha laseMzantsi Afrika.…
MUNYAI OFF TO MEXICO
Tshifhiwa ‘Spider’ Munyai leaves for Mexico on Thursday where he has a date with experienced Mexican boxer Luis Miguel Roman Portillo at the Gimnasio Municipal Jose Neri Santos in Ciudad…
POLOKWANE CITY RISE AND SHINE
Polokwane City defeated Royal AM 1-0 in a Betway Premiership match at the Harry Gwala Stadium in Pietermaritzburg on Wednesday evening. Bonginkosi Dlamini netted to make sure that Rise and…
DOWNS ARE BACK
The monkey is off Peter Shalulile’s back as he scored a braced when his team Mamelodi Sundowns trounced Cape Town City 3-0 in a Betway Premiership encounter at Loftus Versfeld…
IBUYILE ISUNDOWNS
Noko zehlile izibilini kuPeter Shalulile njengokuba efake amanqaku amabini ngethuba iqela lakhe iMamelodi Sundowns iquthisa iCape Town City ngamanqaku amathathu eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. UShalulile…
ENGLAND DOWN BANYANA
England’s Lionesses overcame a game Banyana Banyana 2-1 in an international friendly match at the Coventry Building Society Arena on Tuesday evening. The Lionesses took the lead through their captain…