ULISHIYILE ELI UPHUMZILE DUBASE
Owayeyimbethi-manqindi eyayisilwa kudidi lwejunior-welterweight nebiwathanda kakhulu amanqindi uPhumzile ‘Gamala’ Dubase waseMdantsane usweleke ngentsasa yangeCawa emva kwedabi nomhlaza. Ebeneminyaka engamashumi amahlanu anesithandathu. UDubase waqalisa ukulwa kudidi lwabahlawulwayo ngo-1986, apho wagqiba iminyaka…
PHUMZILE DUBASE PASSES AWAY
Former junior-welterweight boxer and boxing enthusiast Phumzile ‘Gamala’ Dubase from Mdantsane passed away early on Sunday morning after he lost a two-year battle against cancer. He was 56. Dubase ditched…
UDLAMINI UYAZINZA EJAPAN
Kusele nje iveki ngaphambi komlo oyimpinda nommi waseJapan uTomoki Kameda, uLerato ‘Lights Out’ Dlamini waseWelkom, eFreystata, uyazinza eJapan emva kokunikela umva uMzantsi Afrika ngoLwesine. UDlamini uzakulwa noKameda kumlo wokuzibekela indawo…
DLAMINI SETTLING IN JAPAN
With only a week to go before his rematch against Japanese boxer Tomoki Kameda, Lerato ‘Lights Out’ Dlamini from Welkom in the Free State is settling well in Japan after…
BOXERS READY FOR FISTS OF FURY
Five months after a massive tournament was held in Durban, another show is coming to the coastal city and is scheduled for the APN Portuguese Hall on Sunday afternoon. Sipho…
XABA PROMOTIONS TOURNEY POSTPONED
The vacant International Boxing Organisation (IBO) junior-flyweight title contest between Mpumelelo Tshabalala and Junior Leandre Zarate from Argentina, which was set for Saturday, 31 August, has been postponed until next…
IMISIWE ITUMENTE YEXABA PROMOTIONS
Awusekho kulenyanga umlo wentshinga enganamntu kwi-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwejunior-flyweight phakathi kukaMpumelelo Tshabalala noJunior Leandre Zarate wase-Argentina. Lomlo obubekelwe uMgqibelo umhla wamashumi amathathu ananye ku-Agasti eMidrand, ngoku uzakubanjwa kulenyanga…
LERENA QUITS GOLDEN GLOVES
A long-standing marriage between former International Boxing Organisation (IBO) champion Kevin Lerena and Golden Gloves has come to end. The 32-year-old erstwhile IBO cruiserweight titlist confirmed his departure from Golden…
USTELLE UQEQESHWA NGUVETYEKA
U-Enathi Stelle uyishiyile iLuvuyo Boxing Club eseMdantsane, kwaye ngoku sele eqeqeshwa ngowayeyintshatsheli yeWorld Boxing Association (WBA) ne-International Boxing Organisation (IBO) kudidi losiba uSimphiwe ‘V12’ Vetyeka. Oku kungqinwe ngumlawuli kaStelle u-Andile…
STELLE TEAMS WITH VETYEKA AFTER LEAVING LUVUYO BOXING CLUB
Enathi Stelle has left Luvuyo Boxing Club in Mdantsane to team up with former World Boxing Association (WBA) and International Boxing Organisation (IBO) featherweight champion Simphiwe ‘V12’ Vetyekas as his…