STEPHENS MAKES BAFANA SQUAD FOR UGANDA, SOUTH SUDAN MATCHES
Stellenbosch FC goalkeeper Sage Stephens has made it into the Bafana Bafana squad for the 2025 Africa Cup of Nations qualifiers against Uganda and South Sudan. The 33-year-old Stephens together…
UTOLASHE ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASEKOREA
Kanye ngaphantsi kweenyanga ezintathu ephumelele intshinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba kwicandelo labasetyhini, uNtombokuqala Tolashe, ozinze eKapa, uzakusingisa kwiKorea Republic apho azakulwa khona noBo Mi Re Shin kulenyanga ezayo. UTolashe, oneminyaka…
TOLASHE FACES KOREAN OPPONENT
Just less than three months after she annexed the South African female featherweight title, Cape Town-based boxer Ntombokuqala Tolashe is now set to travel to Korea Republic for a date…
KUSENZIMA KWIIROCKETS
Kusenzima kwiTS Galaxy njengokuba isazungula impumelelo yayo yokuqala emva kokubambana ngenqaku elinye macala neStellenbosch FC e-Athlone Stadium, eKapa, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Iqela laseCape Winelands likhawuleze lawubona umnatha njengokuba uFawaaz Basadien efake…
SUNDOWNS AVENGE DEFEAT
A goal in each half by Kutlwano Letlhaku helped Mamelodi Sundowns beat Polokwane City 2-0 in a Betway Premiership natch at Loftus Versfeld in Pretoria on Wednesday evening. The Tshwane…
INTYWENKA YEMALI KWABAPHUMELELE IBETWAY PREMIERSHIP
Lizakuncuma lodwa iqela eliphumelele indebe yeBetway Premiership ekupheleni kwesizini njengokuba lizakufumana izigidi ezingamashumi amabini. Oku kuqinisekiswe ngusihlalo wePremier Soccer League (PSL) u-Irvin Khoza kwingqungquthela nonoondaba eParktown, eRhawutini, kusasa ngoLwesithathu. “Abaphumelele…
BETWAY PREMIERSHIP PRIZE ANNOUNCED
Winners of the Betway Premiership are going to smile all the way to the bank as they are guaranteed to walk away with R20-million at the end of the current…
ANOTHER WIN FOR BUCCANEERS
Orlando Pirates won their seventh successive match as they defeated Richards Bay FC 1-0 in a Betway Premiership encounter at the Orlando Stadium in Soweto on Tuesday evening. Forward Evidence…
IICITIZENS ZITHABATHA INDAWO YEECHILLI BOYS
ICape Town City ithabathe indawo yeChippa United kwitumente exoxisayo ebizwa ngokuba yiHome of Legends Cup ezakudlalelwa eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngoMgqibelo umhla weshumi elinesithandathu kuNovemba. IiChilli Boys zirhoxe emva…
CITIZENS REPLACE CHILLI BOYS IN LEGENDS CUP
Cape Town City have replaced Chippa United in the controversial Home of Legends Cup scheduled to be played on Saturday, 16 November at the Nelson Mandela Bay Stadium in Gqeberha.…












