IBHODI KABSA IMEMA UJACK
Ukunikezela ngeentambo zolawulo okukuko, okungazange kwenzeke ngethuba ibhodi kaBoxing South Africa (BSA) eyayikhona iphelelwa lixesha ngoDisemba wonyaka ophelileyo, kuzakwenzeka kungekudala. Kwaye uSakhiwe Sodo, olilungu lebhodi kaBSA, uveze ukuba bamemele uLuthando…
BSA BOARD INVITES JACK
A proper hand over, which was never done when the term of the previous board of Boxing South Africa (BSA) ended in December last year, will finally be done soon.…
UDE VRIES UQHUBELA PHAMBILI KWISIKHUNDLA SAKHE
Ibhodi kaBoxing South Africa (BSA) ithabathe isigqibo kwintlanganiso yangoMgqibelo ukuba u-Andre de Vries aqhubele phambili kwisikhundla sokubangusihlalo wekomiti eyenza uluhlu lweembethi-manqindi inyanga ngenyanga. UDe Vries ubengusihlalo walekomiti emva kokubekwa yingqonyela…
DE VRIES REMAINS RATINGS COMMITTEE CHAIR
The board of Boxing South Africa (BSA) decided at its meeting on Saturday to retain statistician Andre de Vries as chairperson of the ratings committee. De Vries chaired the ratings…
UPEREZ UPHUMELELE INTSHINGA YE-IBO ENQUMAMISA UKNAPP
UJorge Garcia Perez uthulise abathandi bamanqindi e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ngethuba enqumamisa intandane uRoarke Knapp kumjikelo wesithathu ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ngokuphumelela lomlo, uPerez waseMexico ubeyintshatsheli entsha ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi…
PEREZ STOPS KNAPP TO WIN IBO TITLE
Jorge Garcia Perez silenced the partisan crowd at the Emperor’s Palace in Kempton Park as he stopped favourite Roarke Knapp in the third round on Saturday evening. As a result…
BSA BOARD BELIEVES IN OPEN COMMUNICATION
The board of Boxing South Africa (BSA) is ready to talk to all stakeholders in an effort to bridge the divide that has long existed in the fistic sport. Addressing…
UCECANE UZAKUKHOKELELA UMAKELENI EDABINI
UNcedo Cecane unikwe uxanduva lokukhokelela uSiseko Makeleni edabini xa lembethi-manqindi yaseMthatha isiyokulwa noKaine Fourie, ongekabethwa, eRhawutini kulenyanga ezayo. UMakeleni uzakudibana noFourie kumlo wentshinga engenamntu kwi-International Boxing Federation (IBF) Continental Africa…
CECANE TO USHER MAKELENI TO WAR
Ncedo Cecane has been given a task of guiding Siseko Makeleni to war when the Mthatha boxer goes to battle against unbeaten Kaine Fourie in Johannesburg next month. Makeleni meets…
UKUZITHEMBA KUKAKNAPP
Indlela azithembe ngayo uRoarke Knapp ngaphambi komlo wakhe noJorge Garcia Perez waseMexico kubonakalisa ulangazelelo lokufuna ukuwuphumelela lomlo ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UKnapp ungquzulana noPerez kumlo wentshinga engenamntu kwi-International Boxing Organisation (IBO) kudidi…