UNQOTHOLE UYAYAZI INTO EMAKAYENZE
Akukho ndlela yimbi kwinto emayenzeke xa uSikho ‘Sequence’ Nqothole esilwa nembethi-manqindi yaseNamibia uJafet Amukwa kumlo wamazwe ngamazwe eBox Camp Booysens, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Lenzalelwane yaseMthatha kunye no-Amukwa babenze lula ubunzima…
NQOTHOLE KNOWS WHAT TO DO
There’s no two ways about what must happen when Sikho ‘Sequence’ Nqothole faces Namibian boxer Jafet Amukwa in an international bout at the Box Camp Booysens in Johannesburg on Friday…
APHELILE AMATIKITI
IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba athengiswe aphela amatikiti omdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kulenyanga ezayo. Lo mdlalo wePirates neStellies uzabanjelwa eMoses Mabhida Stadium,…
MTN8 FINAL TICKETS SOLD OUT
The Premier Soccer League (PSL) announced on Thursday afternoon that tickets for next month’s MTN8 final between Orlando Pirates and Stellenbosch FC have been sold out. The Pirates-Stellies final is…
BUCCANEERS PREVAIL AGAINST CHILLI BOYS
Orlando Pirates came from behind to beat Chippa United 2-1 in their Betway Premiership opener at the Orlando Stadium in Soweto on Wednesday evening. The Chilli Boys took the lead…
NONTSHINGA NOMINATED FOR TOP AWARD
Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga’s preparations for next month’s world title fight against Japanese boxer Masamichi Yabuki received a shot in the arm after he was nominated in this year’s Eastern…
UNONTSHINGA UNGOMNYE WABAGQATSWA BEWONGA ELIPHEZULU
Afumene inkuthazo amalungiselelo kaSivenathi ‘Special One’ Nontshinga omlo wentshinga yehlabathi kunye noMasamichi Yabuki waseJapan njengokuba etyunjwe wangomnye wabagqatswa kwi-Eastern Cape Sport and Recreation Achievers Awards. Lenjinga ye-International Boxing Federation (IBF)…
ZIQALE KAKUHLE IINTSHATSHELI
IMamelodi Sundowns iluqale kakuhle ukhuselo lwentshinga yayo njengokuba ibethe iSuperSport United ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Emva kokuqengqa amaqanda ekupheleni kwesiqingatha sokuqala, iiBrazilians zifake…
POSITIVE START FOR CHAMPIONS
Mamelodi Sundowns started their title defence on a positive note defeating SuperSport United 2-0 in a Betway Premiership encounter at Loftus Versfeld in Pretoria on Tuesday evening. Following a goalless…
MPENGESI LOOKS FORWARD TO ANOTHER DECADE IN GQEBERHA
Chippa United chairman Siviwe ‘Chippa’ Mpengesi is celebrating 10 years of the Chilli Boys being an Eastern Cape club, specifically based in the Nelson Mandela Bay region. After being in…