VETYEKA SPEAKS ON JOYI FIGHT
Nkosinathi ‘Mabhere’ Joyi has decided against speaking out following his third round stoppage loss to Tanzanian boxer Abeid Zugo whose real name is Abeid Kessy Kasongo last weekend. Instead, the…
IBF ORDERS DLAMINI, KAMEDA ELIMINATION BOUT
The International Boxing Federation (IBF) has ordered a featherweight elimination bout between South African boxer Lerato ‘Lights Out’ Dlamini and Tomoki Kameda from Japan. This order came after Ukranian boxer…
‘UKODWA UDLALA UPUCA’ – MATITI
Usihlalo weNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) onxungupheleyo, u-Ayanda Matiti, uchaze uMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubekho uZizi Kodwa njengomntu odlala upuca nongakhathaliyo. UMatiti, ozinze eMonti, ebephendula emva kokuba uKodwa ebhengeze ibhodi…
‘KODWA IS PLAYFUL AND RECKLESS’ – MATITI
Aggrieved chairperson of the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) Ayanda Matiti has described Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa as a playful and reckless person. East London-based…
UNQOTHOLE UCACISA NGOKULIBAZISEKA KUKAMATYHILA
USikho ‘Sequence’ Nqothole waseMthatha eMpuma Koloni ucacisile ukuba kutheni na lulibazisekile uhambo lomqeqeshi wakhe uPhumzile ‘Sweet Chocolate’ Matyhila lokuya eMexico. UNqothole unikele uMzantsi Afrika umva, esingise eMexico ehamba noLudumo Lamati…
NQOTHOLE EXPLAINS MATYHILA DELAY
Sikho ‘Sequence’ Nqothole from Mthatha in the Eastern Cape has explained why his trainer Phumzile ‘Sweet Chocolate’ Matyhila’s departure for Mexico got delayed. Nqothole left South Africa for Mexico together…
AYIKHO EVUME UKUGOBA IPHONDO ENASPOTI
ITS Galaxy neMamelodi Sundowns zidlale ngokulingana ngenqaku macala kumdlalo weDStv Premiership eMbombela Stadium, eNaspoti, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IiRockets ziphale phambili ngethuba uPuso Dithejane, owalahlwa yiKaizer Chiefs, ebeka ibhola ngaphaya konozinti weSundowns…
ROCKETS, DOWNS DRAW
TS Galaxy and Mamelodi Sundowns played to a 1-1 draw in a DStv Premiership encounter at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Tuesday evening. The Rockets shot to the lead…
IMBETHI-MANQINDI ENOKULWA NONONTSHINGA
Njengokuba uChristian ‘The Bomb’ Araneta, owonzakeleyo, engazokulwa iinyanga ezintandathu, kuyakucaca ke ngoku ukuba ummi waseJapan uMasamichi Yabuki ngahle ibenguye ozakucela umngeni kwintshinga yehlabathi kaSivenathi ‘Special One’ Nontshinga. UNontshinga, oyintshatsheli ye-International…
NONTSHINGA’S POSSIBLE OPPONENT
With injured Christian ‘The Bomb’ Araneta out for six months, it’s increasingly becoming clear that Japanese boxer Masamichi Yabuki is going to be the mandatory challenger to Sivenathi ‘Special One’…