UBROOS UBHENGEZA IQELA LAKHE 

Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ubhengeze iqela elinabadlali abangamashumi amathathu anesithandathu ngaphambi kwemidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi yango-2026. IBafana izakutyelela e-Uyo kwelaseNigeria, eNtshona Afrika, apho izakudlala khona umdlalo wemfezeko kunye neeSuper…

BAZAKULWELA ERHAWUTINI UDLAMINI NOKHEGAI

Uzakubanjelwa eRhawutini ngoJulayi umlo wokuzibekela indawo kumlo wentshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi losiba phakathi kukaLerato ‘Lights Out’ Dlamini no-Arnold Khegai wase-Ukraine. UMgqibelo umhla weshumi elinesithathu kuJulayi ubekwe njengomhla apho…

UBRICE UTHELEKISA UMBANGATHA NOKUNERT 

UJackie Brice uchaze umlo phakathi kukaThembani ‘Baby Jake’ Mbangatha no-Abdul-Aziz Kunert njengomlo ekukudala unqwenelwa luluntu lwamanqindi eKapa, kwaye yiyo lonto kanye ebangele ukuba abathelekise. UMgqibelo umhla wamashumi amabini anethoba lusuku…

ZIPHINDILE KWAKHONA IIBRAZILIANS 

IMamelodi Sundowns iphumelele kwakhona njengokuba ibethe iRoyal AM ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IiBrazilians zihlabe ikhefu zinkqenkqeza phambili ngenqaku elinye, elifakwe ngumdlali weqela…

OOSHONGWE BAJONGE UKUFUMISA INXILI KABSA 

Umcimbi wemali ngomnye wemicimbi ephambili nebalulekileyo ezakujongwa yibhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA) kwilinge lokuzisa uzinzo kumanqindi elilizwe. Le yenye yezinto ezithethwe ngusihlalo webhodi kaBSA kwiiyure ezimbalwa emva kokutyunjwa kwakhe…

css.php