SOLULIWE ISIVUMELWANO SENGQESHO SIKAMOKOENA 

Ngelingeni umdlali wasesiwini kwiBafana Bafana uTeboho Mokoena ude wasolula isivumelwano sengqesho neentshatsheli iMamelodi Sundowns, litshilo eliqela emva kwemini ngoMgqibelo. Zitsale ixesha elide iingxoxo phakathi kweeBrazilians nababemele uMokoena ngaphambi kokufikelela kwisivumelwano…

MOKOENA EXTENDS SUNDOWNS CONTRACT

Bafana Bafana midfielder Teboho Mokoena has finally extended his contract with champions Mamelodi Sundowns, the club announced on Saturday afternoon. Negotiations between the Brazilians and Mokoena’s representatives took longer than…

ITHUBA LOKOKUBA UZINGANGE ALUNGISE IZINTO 

Emva kokubethwa kwimilo yakhe emithathu yokugqibela, owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika uSibusiso Zingange uphiwe elinye ithuba kwakhona njengokuba ezakulwa noMarcus Lebogo kulenyanga ezayo. UZingange, owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight, ulwa noLebogo, owakhe…

‘UTYIRHA MAKAZIBONAKALISE’ – TENGIMFENE

Kuzakubangathi uqala phantsi emanqindini uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha xa esilwa nembethi-manqindi yaseZimbabwe uNdabezinhle Phiri kwisithuba esingaphaya kweeveki ezimbini. Lenzalelwane yaseMdantsane, eyayiyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, izakulwa noPhiri kumlo wecatchweight e-Orient…

UBEKELWE USUKU OLUTSHA UMLO KAKUSE

Imbethi-manqindi ebetha ngamandla uSiyakholwa Kuse ufumene usuku olutsha azakukhusela ngalo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight kumlo noMalaki Sobolo waseDuncan Village. Ekuqaleni, lomlo wawubekelwe umhla wesine ku-Agasti ngaphambi kokuba utshintshwe…

NEW DATE FOR KUSE’S DEFENCE

Hard-hitting South African champion Siyakholwa Kuse has secured a new date for his national minimumweight title defence, which is against Malaki Sobolo from Duncan Village. Initially scheduled to face off…

AZAKUTSALWA AMAQELA ANGENE KWIISEMI-FINALS 

Azakuthelekiswa ngeCawa emva komdlalo weMamelodi Sundowns nePolokwane City amaqela azakudlala kwimidlalo eyandulela eyamagqibelakankqoyi eMTN8. Izangxa zaseTshwane zizakudlala neRise and Shine eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngentsimbi yesithathu, usuku nje emva kokuba…

css.php