IICITIZENS ZIKHULULE ABADLALI

ICape Town City ibhengeze kusasa ngoLwesine ukuba ithabathe isigqibo sokukhulula abadlali abahlanu abangekhoyo kwiinjongo zayo ukubheka phambili. UThabiso Kutumela, owafika kwiiCitizens ebolekwe kwiintshatsheli zeDStv Premiership iMamelodi Sundowns, ukhululwe leliqela laseKapa.…

BLOM CHALLENGES BUSAKWE

Lanky fifth-rated Sinethemba Blom has lodged a challenge to clash against reigning South African lightweight champion Khaya Busakwe. Blom’s trainer and manager Lonki Witbooi told Ink Sport that a number…

UBLOM UCELA UMNGENI KUBUSAKWE 

Ufafa olude, olubekwa kwindawo yesihlanu eMzantsi Afrika uSinethemba Blom ucela umngeni kuKhaya Busakwe, oyinjinga yeli kudidi lwelightweight. Umqeqeshi nomphathi kaBlom uLonki Witbooi uxelele i-Ink Sport ukuba zizinto eziliqela ezibenegalelo kwisigqibo…

UKODWA ULAHLILE KWISIKHUNDLA SOBUPHATHISWA 

UZizi Kodwa ulahlile njengoMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko emva kokuvela enkundleni ngetyala lobuqhwemesha ngoLwesithathu. Lenzalelwane yaseGugulethu ithe muku ePalm Ridge Commercial Crimes Court ngesityholo sokunyotywa ngesigidi esinamakhulu amathandathu amawaka. “UMnumzanza uKodwa…

LUFIKELE ESIPHELWENI UHAMBO LUKADLADLA KWABSA 

Owayesakuba yimbethi-manqindi uNceba Dladla udize ukuba lufikelele esiphelweni uhambo lwakhe njengomlawuli kaBoxing South Africa (BSA) kwingingqi yeNelson Mandela Bay. UDladla, owayengumfundisi ntsapho, wathabatha esisikhundla sokuphatha kwingingqi yeNelson Mandela Bay emva…

css.php