AMAJAMANI AQUTHISE AMATANZANIA
Iqela laseJamani i-Augsburg FC ibethe iYoung Africans yaseTanzania ngamanqaku amabini kwelinye kwiMpumalanga International Premier Cup eMbombela Stadium, eNaspoti, emva kwemini ngoMgqibelo. Eliqela elidlala kwiGerman Bundesliga beliphala phambili ngenqaku elinye eqandeni…
GERMANS WHIP TANZANIANS
German side Augsburg FC overcame Young Africans from Tanzania 2-1 in a Mpumalanga International Premier Cup at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Saturday afternoon. The German Bundesliga club led…
WELLEM GETS CHANCE TO REDEEM HIMSELF
Following a draw and a loss, Asemahle ‘Predator’ Wellem gets an opportunity to redeem himself as he faces Snamiso Ntuli at the Wild Coast Sun in Mzamba, Bizana, on Friday,…
UWELLEM UFUMANA ITHUBA LOKUZIBONAKALISA KWAKHONA
Emva kokulwa ngokulingana nokubethwa kanye kwimilo yakhe emibini yokugqibela, u-Asemahle ‘Predator’ Wellem ufumana ithuba lokuzibonakalisa kwakhona xa esilwa noSnamiso Ntuli eWild Coast Sun, eMzamba, eBizana ngoLwesihlanu umhla wamashumi amathathu ku-Agasti.…
UNAKATANI UNQUMAMISE U-ASTROLABIO
UJunto Nakatani unqumamise uVincent Astrolabio wasePhilippines kumjikelo wokuqala kumlo obubanjelwe eKokugikan, eTokyo, kwelaseJapan ngoMgqibelo. Lembethi-manqindi yaseJapan, eneminyaka engamashumi amabini anesithandathu, iyikhusele ngempumelelo intshinga yayo yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwentambanani…
NAKATANI STOPS ASTROLABIO
Junto Nakatani stopped Vincent Astrolabio from the Philippines in the first round at the Kokugikan in Tokyo, Japan, on Saturday. As a result of if the win, the 26-year-old Japanese…
EFFORTS TO BRING TAKAYAMA FOR TSHABALALA FIGHT
Efforts are quietly being made to bring Japanese boxer Katsunari Takayama to South Africa for the fourth time for a fight against South African junior-flyweight titlist Mpumelelo Tshabalala. The 41-year-old…
AMALINGE OKUZISA UTAKAYAMA AZOKULWA NOTSHABALALA
Kwenziwa amatiletile okuzisa eMzantsi Afrika isihlandlo sesine imbethi-manqindi yaseJapan uKatsunari Takayama ukuba azokulwa nenjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uMpumelelo Tshabalala. UTakayama, oneminyaka engamashumi amane ananye, ongowase-Osaka kwelaseJapan akakatyeleli eMzantsi Afrika…
IMATSATSANTSA IMTYIKITYILE UPULE
ISuperSport United ivakalisile emva kwemini ngoLwesihlanu ukuba ityikitye umdlali wasephikweni uVincent Pule isithuba sonyaka kwisivumelwano esinokuvuselelwa ukuba wenze kakuhle. UPule, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, owazalelwa ePhuthaditjhaba, eQwaqwa, kwiphondo laseFreystata, uzibandakanye…
MATSATSANTSA SNATCH PULE
SuperSport United announced on Friday afternoon that they had signed winger Vincent Pule on a one-year contract with an option to renew. The 32-year-old Pule from Phuthaditjhaba, Qwaqwa, in the…