USOTOMELA UFUNA OPHUMELELEYO PHAKATHI KUKASIBISI NONXAYIPHI
Intshinga yodidi lwempukane eMzantsi Afrika ayikakhuselwa nokukhuselwa, kodwa sele kukho imbethi-manqindi ephakamise isandla isithi ifuna ukulwa nozakuphumelela kumlo ozayo wokukhusela lentshinga. Umqeqeshi wamanqindi ozinze eRhawutini uShannon Strydom uceba ukuthumela imbethi-manqindi…
SOTOMELA WAITS FOR WINNER OF SIBISI, NXAYIPHI BOUT
The first defence of the South African flyweight title has not taken place yet and already, there’s another boxer, who has raised his hand as the next opponent of whoever…
UYAMKHUPHA UMPENGESI EKUGXOTHWENI KWAKHE
UMorgan Mammila, ogxothiweyo njengetechnical director yeChippa United, udize ukuba usihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi akananto yakwenza nokugxothwa kwakhe kweliqela laseMpuma Koloni. Ethetha kwiMetrofm ngokuhlwa kwangoLwesithathu, uMammila uthe abanye abantu…
FIRED MAMMILA PROTECTS MPENGESI
Fired Chippa United technical director Morgan Mammila has revealed that Chilli Boys chairman Siviwe ‘Chippa’ Mpengesi played no role in his sacking by the Eastern Cape club. Speaking on Metrofm…
IBURNLEY INGQINA UKUMKA KUKAKOMPANY
Iqela elithotyelwe ngezantsi, lisuka kwi-English Premier League, iBurnley FC, ikuqinisekisile ukuba uVincent Kompany umkile wayokuba ngumqeqeshi omtsha weqela laseJamani iBayern Munich. UKompany, oneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo nowayedlalela iqela lesizwe laseBelgium,…
BURNLEY CONFIRM KOMPANY DEPARTURE
Relegated English Premier League side Burnley FC have confirmed that Vincent Kompany left the side to join German side Bayern Munich as their new coach. The 38-year-old former Belgian international…
UMAGWAZA UTYIKITYE ISIVUMELWANO SOMLO NOMAHLANGU
Kubonakala ngathi ngelingeni uzakude ubekhona umlo phakathi kukaMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza nentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu. Bobabini uMagwaza, owazalelwa eDuncan Village, noMahlangu waseBoipatong bazityikityile izivumelwano zomlo, bazibuyisela…
MAGWAZA CONFIRMS SIGNING CONTRACT
It looks like the proposed fight between Mzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza and current South African junior-featherweight champion Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu might finally happen. Both Duncan Village-born Magwaza and Mahlangu from…
IIROCKETS ZIZAKUDLALA NEQELA LASEJAMANI
Iqela elidlala kwiDStv Premiership iTS Galaxy izakudlala imidlalo emibini neqela leGerman Bundesliga iFC Augsburg kwiinyanga ezimbini ezizayo. Iinkcukacha zeMpumalanga Premier’s International Tournament zibhengezwe yiTS Galaxy Foundation eMbombela Stadium, eNaspoti, emva…
ROCKETS TO HOST BUNDESLIGA SIDE
DStv Premiership side TS Galaxy have lined up two international friendly matches against German Bundesliga outfit FC Augsburg in two months’ time. The details of the Mpumalanga Premier’s International Tournament…