‘UKUSE AKAMOYIKI USIBANDA’ – TENGIMFENE 

Imbethi-manqindi yaseZimbabwe uBeaven Sibanda uzakunikwa ithuba lokulwa nentshatsheli yoMzantsi Afrika ne-African Boxing Union (ABU) kudidi lweminimumweight uSiyakholwa Kuse ukuba uwuphumelele umlo wakhe noSiphamandla Baleni kulenyanga ezayo. Oku kuthethwe nguMlandeli Tengimfene,…

JAARSVELDT OFF TO GERMANY

Following the postponement of her South African title fight against Kholosa Ndobayini, Bonita van Jaarsveldt has now changed focus as she is scheduled to fight in Germany next month. Van…

UWILLIAMS KUBAGQATSWA ABAPHEZULU 

Unozinti weMamelodi Sundowns uRonwen Williams ukhuphisana nogxa wakhe uTeboho Mokoena nefolosi yeStellenbosch FC u-Iqraam Rayners kwilinge lokuphumelela iwonga lePSL Footballer of the Season njengokuba kubhengeziwe emva kwemini ngoLwesihlanu. UWilliams ukwanyeke…

IGOLDEN GLOVES ISEZAKUMLWISA UFUZILE 

Owayeyitshatsheli yoMzantsi Afrika u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile waseDuncan Village, eMonti, usekhona kumacebo okulwiswa kwitumente yeGolden Gloves. Kwaye umqondisi olawulayo kwiGolden Gloves uRodney Berman uveze ukuba uFuzile, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi…

UKAMEDA UVUMILE UKULWA NODLAMINI

Kuzakuliwa njengokuba uTomoki ‘El Mexicanito’ Kameda waseJapan evumile ukuvana amandla noLerato ‘Lights Out’ Dlamini kwilinge lokuzibekela indawo kumlo wentshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi losiba. I-IBF iyalele ezimbethi-manqindi zimbini ukuba…

css.php